UNozibele Mayaba usichubela ngobomi bakhe #iindabazethu

Iindaba Zethu
Iindaba Zethu
5.1 هزار بار بازدید - 2 ماه پیش - Sihleli noNozibele Qamngana Mayaba olitshantliziyo
Sihleli noNozibele Qamngana Mayaba olitshantliziyo lemiba ephathelene ne-HIV and Aids, ukwanguye Nombhali weencwadi ezintathu.
Uphuma kwidolophu yase-Gqeberha ze wazenzela igama kulo lonke eli.

Fumana Iindaba zolwimi lwesiXhosa ku- Channel 163 rhoqo ngoLwesibini, NgoLwesine, NgoMgqibelo nangeCawe ngentsimbi yesiXhenxe ngorhatya #Iindabazethu
2 ماه پیش در تاریخ 1403/03/31 منتشر شده است.
5,108 بـار بازدید شده
... بیشتر